








OKTOBHA
OKUNGAPHAKATHI
AMANQAKU
AZIIMBALASANE
14	Ngaba Baza Kushicilela Kunye uYvonne noBrenda ?
16	Ndaphantse Ndasisithunzela...
20	Ulwaluko Lwasehlathini: Landile Inani Labaswelekayo
22	UBruce Sosibo Usweleke Ephika
	Ukuba UseneAIDS
26	Usaqhubeka Umculo Nakubeni Eswelekile uPeta !
36	Umzobi WaseSoweto Ohlala Nomkhumbi Nesidumbu
	Egumbini Lakhe Lokulala
46	Kufunwa Abaza Kunikela Ngamalungu

INENEKAZI LALE MIHLA
51	Incwadi Evela KuMhleli Wezabasetyhini
52	Bukeka Ngeyona Golide Ingayiwayo Ehlabathini
54	Impahla Yasehlobo Yosapho Lonke kwaAckermans
56	Ilanga, Ulwandle, Intlabathi Kunye Nempepho Yaselwandle!
60	Abantu Abahle Bazenza Kunye Izinto
64	Izinxibo Zangaphantsi Eziya Kukufanela
65	Unonophelo Olulungele Iinzipho
66	IThokoza Inika Isiseko Semfundo
68	Okunokusetyenziswa Ngumama Nalusana
69	Ulusu Oluthambileyo
	Nolucacileyo
72	Ukumelana Namakhanukan'odwa Amnyama
74	Sisiphi Isithinteli-kumitha Esikulungeleyo?
78	Imibuzo Yakho Yevasi
	Iyaphendulwa
82	Iiresiphi Ezingayiwayo zeIwisa
85	IKitchen Companion
86	IBona/Rama Women's Club Iza Kuba SeBhayi
87	iCauliflower Cheese
82	Ingxelo Ngendibano
	YeRama/Bona Women's Club
90	iRoyco Sheb-o-mix Entsha
91	Isikhokelo Sesondlo

EZEMIDLALO
40	Bane AbaseMzantsi Afrika Ababuye Neembasa kwiiOlynpics
EZOLONWABO
30	Uya Kunqandwa Ziinkwenkwezi uAmanda Quwe
32	UMbali Utshatshele Emculweni Wokholo!
34	UNyuks Automatic Uphum'ecaweni Waya KwiDisco
38	Ayiyi Kulibaleka Ikonsathi yeeManhattans !
39	Siphulaphula Amacwewe Amvanje

EZOLUTSHA
44	Besonwabile Siseka iBona Teenage Club eDundee

IBALI LEMIFANEKISO 
100 Zibeke Bucala Ezezolo -Isiqendu sesi-7

OKWABANTWANA
132	Zuza i-R50 Uphucule IsiNgesi Sakho ngeFunword
132	Ibali LikaMakaz' uBarbara

UKHUPHISWANO NEZIPHO
32	Isipho Secwecwe likaMbali
34	Isipho Secwecwe leMob Jive
70	Ukhuphiswano LweClere Girl
126	IBona Word Puzzle No. 185
129	Nanku Owelwe Ngumq'esandleni KwiWord Puzzle
134	Ukhuphiswano LweHope Of The Future Johnson's Baby

OKUBAKHO RHOQO
6	incwadi Evela KuMhleli
10 Iincwadi eziya KuMhleli 
l2 Apha Naphaya
104	Okuxelwa Ziinkwenkwezi
108	UGqirha Sipho
112	Zenzele Umhlobo
1 16 Abafundi BeBona
[22 Umcebisi Wezomthetho
163	Abafana



4 BONA XHOSA - October 1996
